Sicel' Imvula Mayine
Zihlwele nani Mawethu
Ngob' umhlaba
Wokhokho womile
Intskilelelo ziyemka
Namanzi olwandle
Khokho nawe Mkhulu
Vulani ijoko yomoya
Sizibone siphila thina
Phakathi kwenu
Intskilelelo ziyemka
Namanzi olwandle.
Ziyemka, Ziyemka
Intskilelelo ziyemka
Namanzi olwandle
Intskilelelo ziyemka
Namanzi olwandle
Intskilelelo ziyemka
Namanzi olwandle
Intskilelelo ziyemka
Namanzi olwandle
Intskilelelo ziyemka
Namanzi olwandle
Intskilelelo ziyemka
Namanzi olwandle
Intskilelelo ziyemka
Namanzi olwandle
Intskilelelo ziyemka
Namanzi olwandle
Indlala ibhokile
Asisazi noba
Senze njani nha
Bogogo noMkhulu
Siyacela
Hlambani isimnyama
Siphile njengabantu
Nathi
Intskilelelo ziyemka
Namanzi olwandle
Intskilelelo ziyemka
Namanzi olwandle
Intskilelelo ziyemka
Namanzi olwandle
Intskilelelo ziyemka
Namanzi olwandle
Intskilelelo ziyemka
Namanzi olwandle
Intskilelelo ziyemka
Namanzi olwandle
Intskilelelo ziyemka
Namanzi olwandle
Intskilelelo ziyemka
Namanzi olwandle
Siphile njengabantu
Nathi
Siyaphahla, siyacima, siyaphalaza
Kodwa Akhonto ilungayo
Ingathi asiyi ndawo
Akukho nto ilungayo
Manyange Vezani isandla
Ningqungqe kuze
Kutshoni ilanga
Vulani ijoko yomoya
Sizibone siphila
Phakathi kwenu
Ngob'Intskilelelo ziyemka
Namanzi olwandle
Ngob'Intskilelelo ziyemka
Namanzi olwandle
Ngob'Intskilelelo ziyemka
Namanzi olwandle
Ngob'Intskilelelo ziyemka
Namanzi olwandle
Ohhhh loooo loooo!