Back to Top

Zahara - Thekwana Lyrics

theme

Zahara - Thekwana Lyrics
Official

Umuntu angaziyo la asuka khona
Ufana nomuntu ongazi la ayakhona
Amaqhawe akwantu
Siyaziqhenya ngawo

Intak'ezulu iyandilandela
Intak'ezulu iyandilandela
Uthekwan' yintaka yezulu uyandilandela
Yandilandela uyandilandela

Ndibheke ngapha nangapha usemva kwam
Umama Maxeka uHellen Joseph
Bayandilandela bandilandela
Bayandilandela uyandilandela
Ndival' indlebe zam uyandisebezela
Utata Mandela uyandisebezela
Ndival' indlebe zam uyandisebezela
Ubaba uLuthuli uyandisebezela

Intak'ezulu iyandilandela (thekwane)
Intak'ezulu iyandilandela (thekwane inyoni yezulu)
Uthekwan' yintaka yezulu uyandilandela (thekwane)
Uyandilandela uyandilandela (thekwane inyoni yezulu)
Intak'ezulu iyandilandela (thekwane)
Intak'ezulu iyandilandela (thekwane inyoni yezulu)
Uwu hu uyandilandela (thekwane thekwane)
Yandilandela uyandilandela (thekwane inyoni yezulu)

Ilizwe lonke ndilijikile
Ndifuna ndifun' impendulo
Ndajonga phezulu ngubani lona
Onguye nguthekwane
Oliver Thambo nabako Msobukwe
Naba no Stive Biko bayandilandela
Bathi baphethe amathamsanqa
Baphethe intsikelelo
Bayandilandela
Baphethe intsikelelo
Bayandilandela (thekwane thekwane)
Langa libalele Dube heheyihe (thekwane thekwane)
Uyandilandela (thekwane inyoni yezulu)

Intak'ezulu iyandilandela (thekwane)
Intak'ezulu iyandilandela (thekwane inyoni yezulu)
Uthekwan' yintaka yezulu uyandilandela (thekwane)
Uyandilandela uyandilandela (thekwane inyoni yezulu)

Ubaba Mandela uyandilandela (thekwane)
Uyandilandela uyandilandela (thekwane inyoni yezulu)
Nawe tata Luthuli nabo bayandilandela (thekwane)
Basemva kwam bayandilandela (thekwane inyoni yezulu)

Madikizela Mandela usemva kam (thekwane)
Uyandilandela uyandilandela (thekwane inyoni yezulu)
Bayandilandela bandilandela (thekwane thekwane)
Bayandilandela uyandilandela (thekwane inyoni yezulu)

Umama Lilian Ngcoyi Richard Mahabane
Tata Walter Sisulu landela
Naba no Chris Hanni basemvakwam
Ndilandela bayandilandela
Tata Rholihlahla Mandela uyandilandela
Uyandilandela (thekwane)
Uyandilandela (thekwane inyon'ezulu) uyandilandela
Thekwane thekwane thekwane inyon'ezulu
[ Correct these Lyrics ]

We currently do not have these lyrics. If you would like to submit them, please use the form below.

We currently do not have these lyrics. If you would like to submit them, please use the form below.

Xhosa

Back to: Zahara

Zahara Thekwana Video

Performed By: Zahara
Language: Xhosa
Length: 3:30

Tags:
No tags yet