Kutheni unganfuni undibona xandinwabile
Ungafun'undibona ndizenzeli nto yami
Unganfuni un'bona ndikhululekile
Kutheni unganfuni undibona xandinwabile
Ungafun'undibona ndizenzeli nto yami
Unganfuni un'bona ndikhululekile
Hayi ungafunga
Uthi asoze ndibeyonto
Uthi asoze ndiphumelele
Kdwa u Dali uzogqhibela
Sebenzeli ik'sasa lam
Usapho lwam
Uza namayelekenqe (uza nomakhelo uza nomakhelo)
Sebenzeli ik'sasa lam
Usapho lwam
Uza namayelekenqe (uza nomakhelo uza nomakhelo)
U gotta do what u gotta do choose what u wanna do ssbenzeli phupho lakho move awnohlala su school motivate the youth.. Wake up and pray abantu zoze bakwenzele tuu
And that's one reason why some people /of us go to church abanye bayathetha don't just let make u scared mna ndivuka ndiyophanda I'm just trying get the bag... Mama uzama and I told her to relax. Lendleli gotta take care of my of steps
Umntu unomvandwedwa so be careful what u say
Nam andzanga ndedwa here we do it for the gram
Ekhaya kulanjiwe but we always make a plan
Ixesha liyahamba nobody can understand
Xawbonumntu ezama don't try and pull them back
Umntu ngumntu ngabantu and this is God's plan
And I don't a f*ck if awndfili awndfili rather be yourself mna nhlale nesami spirit.. The only time I give a f*ck is when my boys are wining
Kutheni unganfuni undibona xandinwabile
Ungafun'undibona ndizenzeli nto yami
Unganfuni un'bona ndikhululekile
Kutheni unganfuni undibona xandinwabile
Ungafun'undibona ndizenzeli nto yami
Unganfuni un'bona ndikhululekile
Hayi ungafunga
Uthi asoze ndibeyonto
Uthi asoze ndiphumelele
Kdwa u Dali uzogqhibela
Sebenzeli ik'sasa lam
Usapho lwam
Uza namayelekenqe (uza nomakhelo uza nomakhelo)
Sebenzeli ik'sasa lam
Usapho lwam
Uza namayelekenqe (uza nomakhelo uza nomakhelo)