Haa, okay
Mfana Ka Mabim
Sesiphinda ezayizolo, lendaba siyayi pusha
Sesiphinda ezayizolo, lendaba siyayi pusha
Sibetha iparty, sinphuz utywala
Si phethe oLove
Heyi, vele siya gruva
Sibetha iparty, sinphuz utywala
Si phethe oLove
Heyi, vele siya gruva
Ngeke wenze fokol, ngeke wenze nix
Ngeke wenze fokol, ngeke wenze nix
Sesi blome kwi simokolo, mina ne mpintshi Sesi blome kwi simokolo, mina ne mpintshi
Sesiphinda ezayizolo, lendaba siyayi pusha
Sesiphinda ezayizolo, lendaba siyayi pusha
Sibetha iparty, sinphuz utywala
Si phethe oLove
Heyi, vele siya gruva
Sibetha iparty, sinphuz utywala
Si phethe oLove
Heyi, vele siya gruva
Bathi mina ndingu SK, Mfana Ka Mabim Bathi mina ndingu SK, Mfana Ka Mabim
Sesi blom ekreyitini, siphuza le ngudu
Sesi blom ekreyitini, siphuza le ngudu
Ama street bash, ama six to six
Siphethe no cash, ne dash yo mixa
Hubbly bubbly, siphethe no Rizla
Hayi siya zimixa, hayi siya zimixa
Waar is jy, where are you, wena okae
Masi shay ivibe
Sesiphinda ezayizolo, lendaba siyayi pusha
Sesiphinda ezayizolo, lendaba siyayi pusha
Sibetha iparty, sinphuz utywala
Si phethe oLove
Heyi, vele siya gruva
Sibetha iparty, sinphuz utywala
Si phethe oLove
Heyi, vele siya gruva
Sidl imungcela, hayi siyasela
Sidl imungcela , heyi siyabuthela
Upside down you turning me
I'm gonna burn out
Amajita awu 10 amacheri awu 33
Sidl imungcela
Vele vele uzogcwala, masivula le sekela
Vele vele uzogcwala, masisika le khekhe la
Thixo ngcela ungang thathi
Hayi kumnandi ugruva
Ama cooler box, agcwele ngama ice
Hayi, no heyi kugcwele nabo nice