Xa uthi gqi ngam'esigangeni
Isono sam kukba lilolo
Xa uthi gqi ngam ndithetha ndedwa
Isono sam kuba lilolo
Andizisoli noba bangathini
Xa uthi gqi ngam esigangeni
Isono sam kuba lilolo
Ndikhangela igama lam
Ndikhangela igama lam
Ndifunda njalo ,ndikhangele
Xa uthi gqi ngam'esigangeni
Isono sam kukba lilolo
Xa uthi gqi ngam ndithetha ndedwa
Isono sam kuba lilolo
Ndikhangela igama lam
Ndikhangela igama lam
Ndifunda njalo ,ndikhangele
Xa uthi gqi ngam'esigangeni
Isono sam kukba lilolo
Xa uthi gqi ngam ndithetha ndedwa
Isono sam kuba lilolo
Uze undixolele
Xa ndikudlul'endleleni
Ngoba sendihamba kwesiny'isitalato
Mhlab' unzima (Kwesiny'isitalato)
Kuphila kunzima (Kukhon'okukokwam)
Ewe sendihamba kwesiny'isitalato
Xa intethw'ingahlangani
Mhlawumbe ziyandiwela
Mhlawumbe nje ngeloxesha
Ndikwesiny'isitalato
Ndiyakhangela
(Kwesiny'isitalato)
(Kukhon'okukokwam)
Ndikhangela isigqi
Esithetha kum
Xa uthi gqi ngam'esigangeni
Isono sam kukba lilolo
Xa uthi gqi ngam ndithetha ndedwa
Isono sam kuba lilolo
Andizisoli noba bangathini
Xa uthi gqi ngam esigangeni
Isono sam kuba lilolo
Ndikhangela izulwana x4
Lilelam
Xa uthi gqi ngam'esigangeni
Isono sam kukba lilolo
Xa uthi gqi ngam ndithetha ndedwa
Isono sam kuba lilolo
Izul'elilelam
Undibona ndinje nje
Ndenziwa nguQamata
Ndenziwa ndabangulowo uzinyembezi
Kodwa hayi akusi..
...nto ukukhalaza
Ngoba ngoba ngoba unawe wedwa
Xa uthi gqi ngam'esigangeni
Isono sam kukba lilolo
Xa uthi gqi ngam ndithetha ndedwa
Isono sam kuba lilolo
Xa uthi gqi ngam'esigangeni
Isono sam kukba lilolo
Xa uthi gqi ngam ndithetha ndedwa
Isono sam kuba lilolo