Azange ndam' thola
Azange ndam' thola
Umunt' omhle, olunge kanje
Umunt' omhle, olunge kanje
Umunt' omhle, okhanya kanje
Umunt' omhle, okhanya kanje
Ndizam' xelel' uMama
Makandolulel' isandla
Angekaphel' amagama, okutsho
Mna ndiya zingca ngawe
Azange ndambona
Azange ndambona
Umunt' omhle, olunge kanje
Umunt' omhle, olunge kanje
Azange ndamthola
Azange ndamthola
Umunt' omhle, okhanya kanje
Umunt' omhle, okhanya kanje
Ndizam' xelel' uMama
Makandolulel' isandla
Angekaphel' amagama, okutsho
Mna ndiya zingca ngawe
Ndizam' xelel' uMama
Makandolulel' isandla
Angekaphel' amagama, okutsho
Mna ndiya zingca ngawe
Azange ndambona
Azange ndambona
Umunt' omhle, olunge kanje
Umunt' omhle, olunge kanje
(Heeee, Heeee, Heeee, Heeee, oooh)
Azange ndamthola
Azange ndamthola
Umunt' omhle, okhanya kanje
Umunt' omhle, okhanya kanje
Oh Mama wam, ndincede kaloku
Oh Mama wam, ndincede Tshangisa!
Ndolulel' isandla, ngoba kunzim' emendweni
Ndolulel' isandla, ngoba azange, azange, azange ndambona!
Ndizam' xelel' uMama
Makandolulel' isandla
Angekaphel' amagama, okutsho
Mna ndiya zingca ngawe
Ndizam' xelel' uMama
Makandolulel' isandla
Angekaphel' amagama, okutsho
Mna ndiya zingca ngawe
Ndizam' xelel' uMama
Makandolulel' isandla
Angekaphel' amagama, okutsho
Mna ndiya zingca ngawe
Ndizam' xelel' uMama
Makandolulel' isandla
Angekaphel' amagama, okutsho
Mna ndiya zingca ngawe